Episodes 67
Avg. Duration 18m
Activity Dormant
Since Aug 2020
Latest Episode Jun 2025

Publishing Details

Schedule
Weekly
Format
Episodic
Hosting
anchor.fm

Contact & Outreach

About This Podcast

"Ziphengululeni• izibhalo, ngokuba nina niba ninobomi obungunaphakade kuzo; zaye zona zingqina ngam." Yohane 5:39 La ngamazwi athethwa nguYesu athetha nathi nanamhlanje.Nangona kunokubakho uhlobo oluthile lonqulo kunye nomthandazo, injongo yokufunda rhoqo Izibhalo Ezingcwele kukudibanisa ukuqonda uThixo neLizwi lakhe. Kanye ngeveki Sizakudibana ngo 08H00 ngolwesihlanu sishwankathela isifundo Sesikolo seSabatha. Wamkelekile, senzele nje oku mamela wabelane nabanye kwisocial media platforms, emva koko Ukuba ufuna ukuuqhagamshelana nam [email protected] OR twitter @Izibhalo_Rhoqo

Explore Statistics

Recent Episodes

iEksodus 1

Jun 05, 2025 5m

Inzala kaYakobi (uSirayeli) yanda kakhulu eYiputa. UFaro omtsha, “owayengamazi” uYosefu, ungena egunyeni yaye, eziva esongelwa ngamaHebhere amaninzi, uwakhobokisa aze asebenze nzima, ngelinge…

Intshayelelo ye-Eksodos

Jun 04, 2025 1m

Welcome, wamkelekile kwi Pod yethu

S6E2 Intshumayeli 2

Nov 06, 2023 14m

Ubukhulu bukaSolomon, ubutyebi kunye nemisebenzi emikhulu. Akukho nto intsha inokwenziwa phantsi kwelanga. Isityebi nehlwempu zifa ngokufanayo. Yonke into ingamampunge ● USolomon wayephila kuzo…

S6E1 Intshumayeli 1

Nov 05, 2023 16m

Intshumayeli Igama lesiHebhere nguKoheleth/Qoheleth, "umshumayeli"a Yabhalwa nguSolomon ngenkulungwane yeshumi B.C. Le ncwadi yingqokelela yamazwi embongo, amabali, amaqhalo kunye nokucamngca. …

Chapter 8—Luther Before the Diet

Jul 10, 2023 18m

The Reformation did not, as many suppose, end with Luther. It is to be continued to the close of this world's history. Luther had a great work to do in reflecting to others the light which God had…

The Great Controversy 7: Luther's Separation From Rome

Jul 03, 2023 9m

The fear of the Lord dwelt in the heart of Luther, enabling him to maintain his steadfastness of purpose and leading him to deep humility before God. He had an abiding sense of his dependence upon…

UPawulos Ngabase Efese

Jun 30, 2023 23m

Ibali labakhupheli beedemon balisebenzisa kakubi igama likaYesu nelikaPawulos (Izenzo 19:13–20; ) linceda ekucaciseni ukuba kutheni uPawulos esebenzisa ulwimi olungaka malunga namandla kwabase-Efese.…

S5E6 Huss and Jerome

Jun 25, 2023 11m

Hitherto Huss had stood alone in his labors; but now Jerome, who while in England had accepted the teachings of Wycliffe, joined in the work of reform. The two were hereafter united in their lives,…

KwabaseRoma Efese: ukulandela uYesu kumaxesha obunzima.

Jun 23, 2023 3m

UPawulos unenjongo enzulu ekhuthaza ileta yakhe. Ngokuyinxenye kwakungenxa yokuvalelwa kwakhe entolongweni ( Efe. 3:13, Efe. 6:20 ) yaye ngokuyinxenye ngenxa yentshutshiso eqhubekayo nezilingo,…

S5E5 The Great Controversy chapter 5

Jun 23, 2023 13m

》 Wycliffe taught different Protestant doctrines, - salvation through faith in Christ - the only failure of the Scriptures.

S5E4 The Great Controversy 4 Summary

Jun 11, 2023 9m

Amid the gloom that settled upon the earth during the long period of papal supremacy, the light of truth could not be wholly extinguished. In every age there were witnesses for God—men who cherished…

S5E3 The Great Controversy 3

Jun 08, 2023 8m

In reviewing our past history, having traveled over every step of advance to our present standing, I can say, Praise God! As I see what the Lord has wrought, I am filled with astonishment, and with…

S5E2 The Great Controversy 2

May 28, 2023 9m

♻️ When Jesus revealed to his disciples the end of Jerusalem and the events of the second coming, He foretold the experience of his people from the time he would be taken from them so that he would…

S5E1 The Great Controversy 1 Summary

May 19, 2023 10m

Hello, welcome to our program Thetha Mzansi uZiphengulule Izibhalo. Today we are doing Summary of The book by Ellen G White The Great Controversy. Please enjoy this Summary as narrated by yours…

S5 The Great Controversy Summary

May 17, 2023 3m

The war between good and evil began long before the dawn of human history. Hatred, disease, violence, and death are the by-products of this conflict, and all of us are affected. We must know the…

S5E6 Isahluko 6 Wafela Thina

Nov 04, 2022 24m

Kule veki siza kuqwalasela ukufa kukaKristu nokuba kuthetha ntoni kwisithembiso sobomi obungunaphakade.

S5E5 Uvuko phambi komnqamlezo

Oct 28, 2022 19m

Masike sijonge iziganeko zovuko kwabantu phambi kokufa nokuvuka kukaKristu. IZibhalo ziqulathe iziganeko ezininzi zabo bavukayo phambi kweziganeko saseKalvari.

S5E4 Ithemba leTestamente endala

Oct 21, 2022 22m

Kule veki siza kujonga kwindlela ingcamango yovuko lokugqibela olutyhilwa ngayo ngamaxesha eTestamente eNdala, siqwalasela ngendlela ekhethekileyo kwiintetho zikaYobhi, abanye abadumisi, nabaprofeti…

S5E3 UKUQONDA INDALO YOMNTU

Oct 14, 2022 24m

Kule veki siza kuqwalasela indlela iTestamente eNdala eyicacia ngayo indalo yomntu nemeko yezidalwa ezingabantu ekufeni.

S5E2 Isifundo 2: Ukufa ehlabathini elonayo

Oct 07, 2022 18m

Kule veki siza kuqwalasela ekuweni kuka-Adam noEva, ukuba sawoyisa njani isono nokufa umhlaba wethu, nokuba uThixo wayityala njani imbewu yethemba loluntu apho e- Eden.

Frequently Asked Questions

How many episodes does Ziphengulule Izibhalo have?

Ziphengulule Izibhalo has published 67 episodes since August 2020, covering topics in News, News Commentary.

Is Ziphengulule Izibhalo still active?

Ziphengulule Izibhalo is currently dormant with new episodes weekly. Average episode length is 18m.

How do I contact Ziphengulule Izibhalo for sponsorship or guest appearances?

Sign up on Grep.FM to access contact details for Ziphengulule Izibhalo, including email and social media links.

Similar Podcasts